Posts in category

Africa

Category description is an optional

IMVULA YENZE UMONAKALO E STERKSPRUIT

Read More

Le yenye yevenkile zasekuhlaleni kwa Magadla ethe yawiswa yimvula enkulu. Umnini venkile ubawo u Lizo Magudu wakwa Magadla usothuke nangoku kukuwa kwevenkile yakhe angaphakathi kuyo. Imvula enkulu ishiye yenze umonakalo kumandla wase Sterkspruit apho khona iilali zithwaxwe kanobomi yimvula ena ngamandla yaze yakhukulisa izindlu zabantu. Le yinyanga yesibini imvula enkulu isina ngamandla ingayeki. Umonakalo owenziwe …

2514 275

A popular radio and club DJ and his co-accused are expected to appear in the Cape Town Magistrate’s Court on Thursday after the Hawks found a large stash of drugs and cash at his home. The Hawks arrested the man and another person at a house in the neighbourhood Tamboerskloof on Tuesday. Crime intelligence and …